Pick up an IN-SEASON RECIPE and lots of yummy info on your #local #food supply. bit.ly/1QS1Ldx

Yiba Lilungu Le-Agri

UKUKHULISA UBULUNGA KUQALA NGAWE

NjengoMvelisi ovela eNtshona Koloni, unendima ebalulekileyo ekudaleni umgangatho osempilweni wekamva lethu.
I-Agri Western Cape ikholo ukuxhasa wena kulo msebenzi ubalulekileyo nokunyusa umdla ngaphakathi nangaphande
kweZolimo. Injongo yethu? Kukudala indawo apho eZolimo zinokusabela kwimingeni namathuba akhoyo kwishishini
lethu nesinokuKhulisa kuyo Ubulunga njengeenkokheli ezixabisekileyo kwishishini lethu.

KUTHENI KUFUNEKA UBE LILUNGU LE-AGRI WESTERN CAPE
  • Sidala isiseko esinamandla kuluntu lwezolimo eNtshona Koloni.
  • Sihlala sigxile kuphuhliso lwamaqhinga ezolimo anenkqubela nangakumbi.
  • Singabaphembeleli beenguqu ezifunekayo kwezolimo eNtshona Koloni, ngoko siqinisekisa ikamva elithwalekayo lezolimo kweli phondo.
  • Senza uthethathethwano loyilo lwemigaqo-nkqubo emihle egameni lwezolimo eNtshona Koloni, ekuye kuthi kuyo yuqunlunqwe imithetho, imigaqo, izibhengezo kunye nendlela yokucinga evelana nezolimo.
  • Sandisa indlela yokucinga entle negxile kwikamva kwezolimo apha eNtshona Koloni.
  • Sidala iqonga lokuba ezolimo ziqinisekisa ikamva lazo, ngokuzibandakanya kwiinkalo zonke zobomi.
  • Sidala indawo emakugxilwe kuyo, yokukhuthaza umdla kuwonke-wonke kwezolimo eNtshona Koloni.

KHULISA UBULUNGA kwifama yakho, yenza isicelo ngoku

Yenza Isicelo Sobulungo, cofa apha

Siza kwenza amalungiselelo neManyano yeZolimo ekufuphi nengingqi
yakho, size sibuyele kuwe kwakamsinya.

Login

Agri Wes-Kaap lede log in

Nog nie 'n Agri Wes-Kaap lid?

Agri Wes-Kaap:

  • fokus voortdurend op die ontwikkeling van vooruitstrewende landboustrategieë.
  • bewerkstellig 'n positiewe beleidsraamwerk vir die landbou in die Wes-Kaap waarbinne wette, regulasies, ordinansies en gesindhede landbou-vriendelik is.
  • sien toe dat landbou in die Wes-Kaap sy eie toekoms verseker, deur aktiewe betrokkenheid op alle lewensterreine.
  • skep ‘n kollektiewe magsbasis vir die landbougemeenskap in die Wes-Kaap.
  • bied ‘n fokuspunt waardeur die kollektiewe belang van landbou in die Wes-Kaap optimaal bevorder word.

Doen aansoek om ‘n Agri Wes-Kaap lid te word Ons sal reëlings met jou plaaslike Landbouvereniging tref en skakel jou terug.

Not an Agri member yet?

Agri Western Cape:

  • constantly focuses on developing more progressive agricultural strategies.
  • negotiates a positive policy framework on behalf of agriculture in the Western Cape, within which laws, regulations, ordinances and attitudes are agriculture friendly.
  • provides a platform for agriculture in the Western Cape to ensure its own future, through involvement in all spheres of life.
  • creates a collective power base for the agricultural community of the Western Cape.
  • optimally promotes the collective interest of agriculture in the Western Cape.

Apply for Agri WC membership We will make arrangements via your local Agricultural Association and get back to you.

Awukabilolungu?

I-Agri Western Cape:

  • ihlala igxile kuphuhliso lwamaqhinga ezolimo anenkqubela nangakumbi.
  • yenza uthethathethwano loyilo lwemigaqo-nkqubo emihle egameni lwezolimo eNtshona Koloni, ekuye kuthi kuyo yuqunlunqwe imithetho, imigaqo, izibhengezo kunye nendlela yokucinga evelana nezolimo.
  • idala iqonga lokuba ezolimo ziqinisekisa ikamva lazo, ngokuzibandakanya kwiinkalo zonke zobomi.
  • idala isiseko esinamandla kuluntu lwezolimo eNtshona Koloni.
  • ikhuthaza ngokwaneleyo umdla kuwonke-wonke kwezolimo eNtshona Koloni.

Yenza isicelo sokuba lilingu Siza kwenza amalungiselelo neManyano yeZolimo yengingqi yakho, size sibuyele kuwe.
Join

Subscribe to our fun,
educational, inspiring
and winning updates -
and Grow Greatness
in your home.